The Elders at the Door (isiXhosa)

R95.00

Ngenye intseni iinkonde ezintathu ezidiniweyo nezilanbileyo – uNtsikelelo, uBulumko noThando- bankqonkqoza emnyango wolunye usapho. Olu sapho lunqwenela ukubamkela kodwa kufuneka likhethe abemnye kula mandwendwe ukuba angene ekhayeni labo. Ngomphi kwaba bathathu abaza kumkhetha? Eli libali elibaliswayo kwilizwekazi lethu i-Afrika kwaye lelabo bonke abemi beli zwekazi. Nangona isimo sentlalo kunye nabalinganiswa bengabase-Afrika uqobo – ngokwesingqisho sentetho yabo neempahla abazinxibayo – umyalezo wabo ugqithiselwa uluntu jikelele. Le ncwadi yenzelwe bonke abantwana nefemeli iphela. Ngendlela ebhalwe yaze yazotywa kakuhle ngayo, le ncwadi iza kwenza abatwana bafune ukuyifunda okokoko

Category:

ISBN Number

9781431425310

Published

2017

Language

isiXhosa

Takealot

https://www.takealot.com/books/PLID45224025