IsiXhosa children's picture books

Results 1 - 10 of 41
UNguni_Omhle_4ea01f099dff9.jpg

UNguni Omhle

Khangela phezulu. Khangela kulaa mihlambi kaNguni isesibhakabhakeni.

Product details
Iqwarhashe_neNgc_4e96ac49aa65a.jpg

Iqwarhashe neNgcuka

This is the story of how quick-thinking Zebra tricks the hungry Hyena into not eating him for dinner, with very prickly results. A delightful tale...

Product details
Abahlobo_abathat_4e9584106d498.jpg

Abahlobo abathathu netekisi

Le ntsomi uzakuyifunda umbhali wayo wayibaliselwa ngowayekhokela kwitekisi yeziqithi zeComores.

Product details
Umhlobo_ka_Asand_4e969e03dd695.jpg

Umhlobo ka-Asanda

As Mama watches from afar, Asanda visits the animals in her world, looking for a new friend. In this gorgeously illustrated book, the story...

Product details
Unosipho_uzokuhl_4c83d03e85d9e.jpg

UNosipho uzokuhlala oko

Abazali bakaThandi babulewe yi-AIDS, kwaye kufuneka ayokuhlala noMakhulu wakhe. Iinkumbulo zosapho lwakhe zolukwe ngokwenza unodoli okhethekileyo –...

Product details
Ndingabakho_naph_4c83def4b6252.jpg

Ndingabakho naphina

UThandi nonodoli wakhe uNosipho banamaphupha obomi obungcono, kodwa ekugqibeleni bayabona ukuba uthando lukamakhulu kaThandi ludlula konke.

Product details
Khenkce_khenkce__4c83e4960eb08.jpg

Khenkce-khenkce epokothweni yam

UThandi udinga izihlangu ezintsha kwaye uyazi ukuba ziza kudla imali eninzi kamakhulu. Bekunye beza necebo lokufumana imali ngoncedo lukaNosiph,...

Product details
Ukubhabha_kweKay_4d11c09cbb88c.jpg

Ukubhabha kweKayiti

Le ncwadi enemiboniso emihle isibalisela ngendlela uSipho notata wakhe abenze ngayo ikayiti. Ngexa bebhabhisa ikayiti, umtya wayo uye waqhawuka,...

Product details
OoBhokhwana_abaT_4d11d24a5006f.jpg

OoBhokhwana abaThathu bakwaGruff

OoBhokhwana abaThathu bakwaGruff balambile yaye badiniwe kukuhlala kwidlelo eliqhumayo nelinameva. Ngaphaya kwebhulorho kukho indulana egqunywe...

Product details
UDadana_Ombi_4e4255777876c.jpg

UDadana Ombi

Usizana olungudadana olubi, lukhangeleka lohlukile kwamanye amadada.

Product details